Nzulu

Nzulu(Yemfihlakalo nzulu yesimanga)
Ezalise(Ezalise umhlaba nesibhakabhaka)
Inzulu yesimanga(Inzulu yesimanga ngokathix'unyana)
Oweza(Oweza ebantwini ngokuba sindisa)

Wabon'uluntu lonke(Wabon'uluntu lonke luwel'esonweni)
Nemiphefumlo(Nemiphefumlo yonke ihleli elishweni)
Wasikwa yimfesana(Wasikwa yimfesane engumangaliso)
Wathabatha(Wathabathela kuye lonk'ityala hlazo labo)

Kwaba ngumangaliswa(Kwaba ngumangaliso ukuzalwa kwakhe)
Wabafundisa (Waphila wafundisa ngokuncamisayo)
Wamangalisa(Waba ngumangaliso umnqamlezo wakhe)
Wafa(Wafa woyis'ukufa saba sisimanga)

Obobunzulu(Hayi obobunzulu boluthando lwakhe)
Umsebenzi wakhe(Nalo msebenzi wakhe ongenakuqondwa)
Abakholwayo (Abakholwayo namhla abanakugwetywa)
Mawudunyiswe(Mawudunyiswe nkosi kuse phakadeni)
Amen

Beliebteste Lieder von Amadodana Ase Wesile

Andere Künstler von Gospel