Bom' Uyandazi

MANDLAKHE QUENTIN DADA, MOJALEFA THEBE

Ngajikeleza
Ngihamba ngifuna
Ndajikeleza
Ndihamba ndizula

Iinyembezi
Ezenzwe ngabamsulwa
Iinyembezi
Amehlo abomvu ndiyagula

Ndikhangela
Ikhaya
Ndikhangela
Ndibek'intloko pha na phaya

Ndihamba
Ndilandela umfula
Ndihamba
Ndisikha amanzi ngezandla

Bom'uya
Bom'uyandazi na
Bom'uya
Bom'uyandazi na

Ndihamba
Ndilandela umfula
Ndihamba
Ndisikha amanzi ngezandla

Bom'uya
Bom'uyandazi na
Bom'uya
Bom'uyandazi na

Bom'uya
Bom'uyandazi na

Beliebteste Lieder von Berita

Andere Künstler von Afrobeats