Kwanele Mawethu

GIDEON MURRAY, MZIKANTU DIZU ZUNGULA PLAATJIES

Iyo goduka (Iyo goduka)
Iyo goduka (Iyo goduka)
Iyo goduka (Iyo goduka)
Iyo goduka (Iyo goduka)

Kwelilizwe kuyonakala (Kwelilizwe siyonakala)
Kwelilizwe siyonakala (Kwelilizwe siyonakala)
Kwelilizwe kuyonakala (Kwelilizwe siyonakala)
Kwelilizwe kuyonakala (Kwelilizwe siyonakala)

Iyo goduka (Iyo goduka)
Iyo goduka (Iyo goduka)
Iyo goduka (Iyo goduka)
Iyo goduka (Iyo goduka)

Abany'abantu bayabulalana (Abany'abantu bayabulalana)
Abany'abantu bayabulalana (Abany'abantu bayabulalana)
Oh ma oh heh (Iyo goduka)

Kwelilizwe siyabulalana (Kwelilizwe siyabulalana)
Kwelilizwe siyabulalana (Kwelilizwe siyabulalana)

Beliebteste Lieder von Dizu Plaatjies

Andere Künstler von African music