Ngcwele Ngcwele

Ngcwele, ngcwele Nkosi yam
Uphakeme kakhulu

Ngcwele, ngcwele (Ngcwele, ngcwele Thixo wam)
Thixo wam (Nguwe olithemba lam)
Ngcwele, ngcwele (Ngcwele, ngcwele Nkosi yam)
Nkosi yam uphakeme (Uphakeme kakhulu)

Ngcwele, ngcwele (Ngcwele, ngcwele Thixo wam)
uThixo wam (Nguwe olithemba lam)
Ngizokukhonza (Ngizakukhonza njalo)
Wena wedwa (Nguwe olithemba lam)
Ndikunika, thatha konke (Ndikunika uqobo lwami)
Uqobo lwami (Nguwe olithemba lam)

Ngcwele, ngcwele Nkosi yam
Nginikel'impilo yam
Ngcwele, ngcwele Baba wam
Thatha konke Nkosi yam

(Ndizakukhonza njalo)
Wena wedwa (Nguwe olithemba lam)
Ndikunika, ndikunik'uqobo lwami Baba (Ndikunika uqobo lwami)
(Nguwe olithemba lam)

Thixo wam ndidinga wena
Nguwe oluncedo lwam
Veza yonke imfihlakalo
Ndibonis'indlela yam

(Ndizakukhonza njalo)
Ndikhonze wena wedwa hallelujah (Nguwe olithemba lam)
Ndikunika uqobo lwami (Ndikunika uqobo lwami)
Thatha konke Baba (Nguwe olithemba lam)

Nguwe olithemba lam

Wissenswertes über das Lied Ngcwele Ngcwele von Jabu Hlongwane

Auf welchen Alben wurde das Lied “Ngcwele Ngcwele” von Jabu Hlongwane veröffentlicht?
Jabu Hlongwane hat das Lied auf den Alben “Khayalami” im Jahr 2009 und “The Best Of Jabu Hlongwane” im Jahr 2014 veröffentlicht.

Beliebteste Lieder von Jabu Hlongwane

Andere Künstler von Gospel