Ndenzel' Uncedo Hymn 377 - Live

Hlala, Oh hlala nami
Litshonil' ilanga
Ubusuku bufikile nkosi
Mandi, Mandingasali
Ndingenay' umncedi
Ndenze, Ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'

Hlala nami baba
Hlala, Oh hlala nami
Litshonil' ilanga
Ubusuku bufikile nkosi
Baba mandingasali
Mandi, Mandingasali
Ndingenay' umncedi
Ndenze, Ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'

Hlala nami baba
Hlala, Oh hlala nami
Litshonil' ilanga
Nabu nobusuku
Ubusuku bufikile nkosi
Hayi bo mandingasali
Mandi, Mandingasali
Ndingenay' umncedi
Ndenze, Ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'

Nkosi ndenzele
Ndenze, Ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Bawo ndiyacela
Ndenze, Ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'

Uya, Uyakhawuleza obubomi bami
Ndiya, Ndiyashiyiwa zezomhlaba izinto
Mna ndibona inguquleko, iinguquleko zodwa
Wen' okeguqukile uyohlala nam'

Tshini Ndenzele
Ndenze, Ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Bawo ndiyacela
Ndenze, Ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Usizo lonke luphele kuwe Jehovah
Ndenze, Ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Ndifun' uncedwa nguwe
Ndenze, Ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'

Nkosi ndenzele
Ndenze, Ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Hlala
Ndenze, Ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Ha ndiyacela bawo ke
Ndenze, Ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'

Ndenze, Ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Ndenze, Ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'
Ndenze, Ndenzel' uncedo ngokuhlala nam'

Beliebteste Lieder von Joyous Celebration

Andere Künstler von Gospel