Nomalungelo

Akatyebang'uNomalungelo inkab'itshonile (Mna ndinohambo)
Akatyebang'uNomalungelo (Ewe ke Thanayi bo)
Inkab'itshonile (Mna ndinohambo)
Xa ungenzanga nto emhlabeni (Ewe ke Thanayi bo)
Kubhetel'ubhubhe mama (Mna ndinohambo)
Xa ungenzanga nto emhlabeni (Ewe ke Thanayi bo)
Kubhetel'ubhubhe mama (Ewe ke Thanayi bo)

Ewe Thanayi bo (Ewe ke Thanayi bo)
Thanayi, thanayi (Ewe ke Thanayi bo)
Ewe ke Thanayi bo (Ewe ke Thanayi bo)
Thanayi, thanayi (Ewe ke Thanayi bo)

Ndanga mna ndiyambon'umntanami (Ewe ke Thanayi bo)
Ezenz'umlungu mama (Ewe ke Thanayi bo)
Ndanga ndiyambon'umntanami (Ewe ke Thanayi bo)
Ezenz'umlungu mama (Ewe ke Thanayi bo)

Thanayi, Thanayi bo (Ewe ke Thanayi bo)
Thanayi, thanayi (Ewe ke Thanayi bo)

Ndanga niyambon'umntanami (Ewe ke Thanayi bo)
Ehlel'ebukhosini mna (Ewe ke Thanayi bo)
Hayi Thanayi mama (Ewe ke Thanayi bo)
Hayi Thanayi mama (Ewe ke Thanayi bo)
Thanayi, thanayi mama (Ewe ke Thanayi bo)
Thanayi mama (Ewe ke Thanayi bo)
Thanayi, thanayi mama (Ewe ke Thanayi bo)
Thanayi mama (Ewe ke Thanayi bo)

Ndanga ndiyambon'umntanami (Ewe ke Thanayi bo)
Ehlel'ebukhosini mna (Ewe ke Thanayi bo)

Akatyebang'uNomalungelo (Ewe ke Thanayi bo)
Inkab'itshonile (Ewe ke Thanayi bo)
Akatyebang'uNomalungelo (Ewe ke Thanayi bo)
Inkab'itshonile (Ewe ke Thanayi bo)

Xa ungenzanga nto emhlabeni (Ewe ke Thanayi bo)
Kubhetel'ubhubhe mama (Ewe ke Thanayi bo)
Xa ungenzanga nto emhlabeni (Ewe ke Thanayi bo)
Kubhetel'ubhubhe mama (Ewe ke Thanayi bo)

Thanayi, thanayi bo (Ewe ke Thanayi bo)
Ewe Thanayi (Ewe ke Thanayi bo)

Wissenswertes über das Lied Nomalungelo von Miriam Makeba

Wann wurde das Lied “Nomalungelo” von Miriam Makeba veröffentlicht?
Das Lied Nomalungelo wurde im Jahr 2013, auf dem Album “Make Us One” veröffentlicht.

Beliebteste Lieder von Miriam Makeba

Andere Künstler von World music