Olilili [Pula Kgosi Seretse]
Ngeny'imini ekuseni (Emakhayeni)
Ndandisinge eBhongweni (Emakhayeni)
Ndava ngezwi elimandi
Limandi ngaphezu lokundi
Latsho kasithukuthezi (Emakhayeni)
Wantyiloza ke lomfazi (Emakhayeni)
Etsho ngezwi elimandi
Limandi ngaphezu kolundi
Holili alulu
Holilulu (Halulu)
Holili alulu
Holilulu
Lala sana ndiyakumbambazela
Thula baba ndiyakuthuthuzela
Holili alulu
Holilulu (Halulu)
Holili alulu
Holilulu