Ikhaya Lam

I have been to a lot of different places
And in all the places seen different faces
This is a place called home
And I just can't forget it
This is a vent and I know I've got to face it

Soze ndilibale apho ndiphuma khona
Ngoba kulapho imbali yam uzoyifumana (Uzoyifumana)
Ndizoli zula ilizwe kodwa ndizobuyela
Ngoba ayikho indawo edlula ikhaya

(Ndingawu hamba umhlaba wonke)
(Ndibone zonke izizwe zawo)
(Kodwa andisoze ndilibal' abantu bakhona) Kulapha endizalwa khona
(Ndingawu hamba umhlaba wonke)
(Ndibone zonke izizwe zawo) Zonke izizwe
(Kodwa andisoze ndilibale ikhaya lam) Ikhaya lam

Ndiqeqeshwa ekhaya
Ndaboniswa indlela
Ndafunda ukuphila nokuzimela (Nokuzimela)
Ikhaya likhaya asoze uzikhethele
Abazali nosapho lonke

Ungabu limele ehlathini
Ihlathi lona soze liphume
Kuse lokshini ezilalini
Andizikhetheli ndizalwa khona

(Ndingawu hamba umhlaba wonke)
(Ndibone zonke izizwe zawo) Izizwe zawo
(Kodwa andisoze ndilibal' abantu bakhona) Ekhaya lam
(Ndingawu hamba umhlaba wonke)
(Ndibone zonke izizwe zawo) Izizwe zawo
(Kodwa andisoze ndilibale ikhaya lam) Ikhaya lam

(Ndingawu hamba umhlaba wonke)
(Ndibone zonke izizwe zawo) Ndihamba umhlaba wonke
(Kodwa andisoze ndilibal' abantu bakhona) Libal'ikhaya lam
(Ndingawu hamba umhlaba wonke)
(Ndibone zonke izizwe zawo) Hamb'umhlaba wonke
(Kodwa andisoze ndilibale ikhaya lam) Ikhaya lam

(Khaya lam) Khaya lam
(Khaya lam) Khaya lam
(Khaya lam)
(Mna ndiyalithanda ikhaya lam) Khaya lam, Khaya lam
(Khaya lam) Oh, Oh
(Oh, Oh, Oh) Woo, Oh

(Ndingawu hamba umhlaba wonke)
(Ndibone zonke izizwe zawo) Ndihamb'umhlaba wonke
(Kodwa andisoze ndilibal' abantu bakhona) Soze ndilibale abantu
(Ndingawu hamba umhlaba wonke)
(Ndibone zonke izizwe zawo) Nd'hambe umhlaba, Ndibone izizwe
(Kodwa andisoze ndilibale ikhaya lam) Ikhaya lam

Ndiyalithanda mina
(Ndiyalithanda min'ikhaya lam)
Ndiyalithanda ikhaya lam
(Ndiyalithanda min'ikhaya lam)
Ndiyalithanda min'ikhaya lam
(Ndiyalithanda min'ikhaya lam)
Ndiyalithanda ikhaya lam
(Ndiyalithanda min'ikhaya lam)

(I love my sweet home)
Ndiyalithanda ikhaya lam
(It is where I feel so secure)
Kumnandi ekhaya
(I love my sweet home)
Oh kumnandi ekhaya
(It is where I feel so secure)
Akho ndawo edlula ikhaya

(Ndingawu hamba umhlaba wonke) Ekhaya kunothando
(Ndibone zonke izizwe zawo)
(Kodwa andisoze ndilibal' abantu bakhona) Soze ndilibale abantu bakhona
(Ndingawu hamba umhlaba wonke) Ekhaya kunothando
(Ndibone zonke izizwe zawo) Ekhaya kunothando

Beliebteste Lieder von Siphokazi

Andere Künstler von African music