Phaya Phaya

Thixo akunangqaleko
Thixo akunangqibeko
Ukho endaweni zonke
Ukho ngamaxesha onke

Phaya ezinkwenkwezini
Ukho wena ezulwini
Wabu'kade sel'ukhona
Xa zingekabikho zona

Zode zigqibeke zonke
Kuthi tshabalala konke
Ube wena ungapheli
Ube wena usahleli

Phaya ezinkwenkwezini
Ukho wena ezulwini
Wabu'kade sel'ukhona
Xa zingekabikho zona

Matl'a sona ke bophelo
Matl'a sona ke bophelo
Matl'a sona ke bophelo
Matl'a sona ke bophelo

Matl'a sona ke bophelo
Matl'a sona ke bophelo

Beliebteste Lieder von Soweto Gospel Choir

Andere Künstler von Gospel