Dubula Mfanandini

Ntakana ntyilo ntyilo uphetheni ngomlomo hay?(Hmmm)
Ndipheth'amas'osana lwam (Hmmm)
Uwasaph'engekavuthwa hmm? (Hmmm)
Bo, bom, bom hmmmm
Bom, bo, bo, bom (Hmmm)

Ntakana ntyilo ntyilo uphetheni ngomlomo hay?(Hmmm)
Ndipheth'amas'osana lwam (Hmmm)
Uwasaph'engekavuthwa hmm? (Hmmm)
Bo, bom, bom hmmmm
Bom, bo, bo, bom (Hmmm)

Dubula mfana ndini
Dubula mfana ndini
Dubula mfana ndini
Dubula ngemfakadolo leyo lumka

Dubula mfana ndini
Dubula mfana ndini
Dubula mfana ndini
Dubula ngemfakadolo leyo lumka

Hawu dubula dubula
Hawu dubula, dubula
Hawu dubula, dubula
Hawu dubula, dubula

Hawu dubula dubula
Hawu dubula, dubula
Hawu dubula, dubula
Hawu dubula, dubula

Dubula mfana ndini
Ngemfakadolo leyo
Dubula mfana ndini
Lumka watsha

Dubula mfana ndini
Ngemfakadolo leyo
Dubula mfana ndini
Dubula ngemfakadolo lumka

Hawu dubula dubula
Hawu dubula, dubula
Hawu dubula, dubula
Hawu dubula, dubula

Hawu dubula dubula
Hawu dubula, dubula
Hawu dubula, dubula
Hawu dubula, dubula

Dubula mfana ndini
Ngemfakadolo leyo
Dubula mfana ndini
Lumka watsha

Dubula mfana ndini
Ngemfakadolo leyo
Dubula mfana ndini
Dubula ngemfakadolo lumka

Beliebteste Lieder von The Manhattan Brothers

Andere Künstler von African music