Andizazi

Ndidibene nawe izolo uhamba naye
Yavele intliziyo yam yophuka
Ndidibene nawe izolo uhamba naye
Yona yavele intliziyo yam yophuka
Bathi uzenzile akakhali
Kodwa andikwazi ukukubona uhamba nomnye
Sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe

Andizazi ndo (andizazi)
K'ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)
Andizazi ndo (andizazi)
K'ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)

Mizamo yam yophelel' aphi(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho
Mizamo yam yophelel' aphi(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho

Hey yah
Nabahlobo bam bayandibuza
Ngabe kuphelile oh manyani
Ndibaphendule ndithini na
Sthandwa sam
Ndixakekile sthandwa sam
Mna ndibidekile mna yintoni na
Sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe

Andizazi ndo (andizazi)
K'ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)
Andizazi ndo (andizazi)
K'ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)

Mizamo yam yophelel' aphi(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho
Mizamo yam yophelel' aphi(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho

Andizazi ndo (andizazi)
K'ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)
Andizazi ndo (andizazi)
K'ba yintoni (yintoni ngam)
Ngaphandle kwakho (kwakho)

Mizamo yam yophelel' aph(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho
Mizamo yam yophelel' aphi(mzamo yam mzamo yam mzamo yam yophela)
Ngaphandle kwakho

Andizazi ndoba yinton
Ndindedwa
Andizazi ndoba yinton
Ndinjenje nguwe
Sthandwa ndixelele ndenze njani ngawe

Beliebteste Lieder von Vusi Nova

Andere Künstler von Pop