Emakhaya

He ndikhumbula emakhaya
Sisathandana mna nawe
He bekutheni na
Hayi akusafani nakuqala

Hayi egautini
Bamthatha
Bamthatha ubaby wam
Bamthathile amagusa

Hayi egoli
He bamthatha
Bamthatha ubaby wam
Bamthathile amaspender

He ndikhumbula emakhaya
Sisathandana mna nawe
He bekutheni na
Hayi akusafani nakuqala

He ndikhumbula emakhaya
Sisathandana mna nawe
He bekutheni na
Hayi akusafani nakuqala

Hehake unomonde
Uyazenzela uyaphuma engena aphe'emndlini
Sendaba sis'denge
Hayi icacile uthanda izinto

Hehake unomonde
Uyazenzela uyaphuma engena aphe'emndlini
Sendaba sis'denge
Hayi amthathile amaspender

He ndikhumbula emakhaya
Sisathandana mna nawe
He bekutheni na
Hayi akusafani nakuqala

He ndikhumbula emakhaya
Sisathandana mna nawe
He bekutheni na
Hayi akusafani nakuqala

He ndikhumbula emakhaya
Sisathandana mna nawe
He bekutheni na
Hayi akusafani nakuqala

He ndikhumbula emakhaya
Sisathandana mna nawe
He bekutheni na
Hayi akusafani nakuqala

Beliebteste Lieder von Vusi Nova

Andere Künstler von Pop