Ingaba

Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna

Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna

Okokuqala i wont say am sorry
From wrecking your heart time and time again
Baby ibingezo njongo zam
No baby would you please forgive me
Ndiyazithandabuza if am worthy

Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna

Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna

Ndinentloni mhla ndixolela
Amanyala endiwenzayo
Time and time again
Baby ukokoswa akukufanele
Khusel'intliziyo yakho ndizimisele
Kodwa ndihlala ndizibuza
If am worthy

Ingaba ndikulungele mna (Ndiyazibuza mna)
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna (Ndiyazibuza mna)
Ndiyazibuza mna

Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna

Baby nguwe
Entliziyweni yam
Baby nguwe
Wedwa

Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna

Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna

Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna
Ndiyazibuza mna

Beliebteste Lieder von Vusi Nova

Andere Künstler von Pop