Nomathemba [Second version]

He nomathemba he nomathemba
Yingxuba kaxaka yantoni na lena
He nomathemba (he nomathemba)
Yintoni my love (yintoni mylove)
Yintoni my love(yintoni mylove)
Yingxuba kaxaka yantoni na lena

Oh why
Oh why
Oh why
Oh why ndenze njani na

Ndikhumbula ndiqala ukukubona
Mna ndaqhazeka mna
Ndavela ndaphathwa zintloni
Ndaphathwa yigwababa

Hayi ndincedeni
Buhle obungaka kwazi nokuzibamba
Kwazi nokuncama
Ngcono ndihlale ndizama
Ndifun'ube ngowam

Oh why
Oh why
Oh why
Oh why ndenze njani na

He nomathemba he nomathemba
Yingxuba kaxaka yantoni na lena
He nomathemba
Yintoni my love (yintoni mylove)
Yintoni my love (yintoni mylove)
Yingxuba kaxaka yantoni na lena

Oh why
Oh why
Oh why
Oh why ndenze njani na

Ndizibuza imibuzo ( imibuzo)
Xa ndifika kuye ndizothini na mna
Mhlawumbi ndimbuze ixesha ndimbuze impilo
Ndimbuze ukuba unjani
Mara why undenza so oh nomathemba

Oh why
Oh why
Oh why
Oh why ndenze njani na

Nomathemba (he nomathemba he nomathemba )nomathemba
Yingxuba kaxaka yantoni na lena
He nomathemba (he nomathemba)
Yintoni my love (yintoni mylove)
Yintoni my love (yintoni mylove)
Yingxuba kaxaka yantoni na lena
He nomathemba

Oh why
Oh why
Oh why
Oh why ndenze njani na

He nomathemba he nomathemba
Yingxuba kaxaka yantoni na lena
He nomathemba (he nomathemba)
Yintoni my love (yintoni mylove)
Yintoni my love (yintoni mylove)

Beliebteste Lieder von Vusi Nova

Andere Künstler von Pop