Yana Imvula

Imini imnandi kangaka
Waze wayifumana
Indodakazi umandlovu
Mhm yeah
Luvuyo nemincili
Abantu belali
Baya bhiyoza
Baya bhiyoza

Usana oluhle kangaka
Jonga amehlo alo
Ayakhazimula ayakhazmla yakhazimla
Imingqwele emihle yentsikelelo
Imingqwele emihle yentsikelelo yana

(Iyana) xakuzalwa intombi
(Iyana) ntombi emhlotshazana
(Yana imvula) ho yana ho yana
Ho yana khang' iphinde ithule
(Iyana) xakuzalwa intombi
(Iyana) ntombi emhlotshazana
(Yana imvula) ho yana ho yana
Ho yana khang' iphinde ithule

(Iyana) xakuzalwa intombi
(Iyana) ntombi emhlotshazana
(Yana imvula) ho tana ho yana
Ho yana

Umakhumalo uyahamba
Ushiye zonke izinto emva
Ushiya lelo khaya
Lona elo khaya osebenzela lona
Hamba makhumalo
Suku jonga emva
Uthixo uzohlal' enawe
Ehlale nawe naku ndlela enameva
Hamba makhumalo
Bakulindile phambili wena ophethe ingoma
Hamba makhulalo
Bakulindile phambili wena ophethe ingoma
Yana iyana iyana
Hey eh izulu liyana

(Iyana) xakuzalwa intombi
(Iyana) ntombi emhlotshazana
(Yana imvula) ho yana ho yana
Ho yana khang' iphinde ithule
(Iyana) xakuzalwa intombi
(Iyana) ntombi emhlotshazana
(Yana imvula) ho yana ho yana
Ho yana khang' iphinde ithule

(Iyana) xakuzalwa intombi
(Iyana) ntombi emhlotshazana
(Yana imvula) ho yana ho yana
Ho yana
(Iyana)
(Iyana)
(Yana imvula) yana imula
Ho yana

(Iyana)
(Iyana)
(Yana imvula) ho yana ho yana
(Iyana)
(Iyana)
(Yana imvula) eh ngalamini

(Iyana)
(Iyana)
(Yana imvula)

Ngokwezulu lana
(Iyana) xakuzalwa intombi
(Iyana) ntombi emhlotshazana
(Yana imvula) ho yana ho yana
Ho yana khang' iphinde ithule

Beliebteste Lieder von Vusi Nova

Andere Künstler von Pop