Incwad'encane

Ngeny’imini ndathi ndivuka
Ndabon’incwad'encane
Ndabon’ayiveli kumama lena
Xa bengumama ngethe "Dear sana lwam"

Ndaqhubeka nam ndafunda
Ndifund’incwad'encane
Ithi andazi ndobuya nini na aha
Ndisathath’uhambo lwam

Ndizokhangela phi na? (ndizobuza bani na?)
Mna ndifuna ukubona isithandwa sam
Ndizobuza kubani na? (ndizobuza kubani na)
Mna ndifun’ukubona isithandwa sam
(Mna ndifun’ubon’istandwa sam)

Ndizokhangela phi na? (ndizobuza bani na?)
Mna ndifuna ukubona isithandwa sam
Ndizobuza kubani na? (ndizobuza kubani na)
Mna ndifun’ukubona isithandwa sam
(Mna ndifun’ubon’istandwa sam)

Ngeny’imini ndathi ndivuka
Ndabon’incwadencane
Ndabon’ayiveli kumama le
Ma ingumama ngethe "Dear Sana Lwam"

Ndaqhubeka nam ndafunda
Ndifund’incwade ncane
Ithi andazi ndobuya nini na aha
Ndisathath’uhambo lwam

Ndizokhangela phi na? (ndizobuza bani na?)
Mna ndifuna ukubona isithandwa sam
Ndizobuza kubani na? (ndizobuza kubani na)
Mna ndifun’ukubona isithandwa sam
(Mna ndifun’ubon’istandwa sam)

Ndizokhangela phi na? (ndizobuza bani na?)
Mna ndifuna ukubona isithandwa sam
Ndizobuza kubani na? (ndizobuza kubani na)
Mna ndifun’ukubona isithandwa sam
(Mna ndifun’ubon’istandwa sam)

Ho iherehe ndavundza ndavundza
Ho ndavundza akayendepi ko?
Hona mudiwa wangu
Mudiwa wangu wepa mhoyo dzoka zwako
Waka yendepi ko
Mhoyo wangu unorwadza ndikakufunga
Misodzi yobuta hona yobuta
Mudiwa wangu dzoka iwe
Ah ndichaku rinda
Ndati dzoka zwako

Ndizokhangelaphi na?
Ndicha kuwanepi ko?
Mna ndifun’ubon’isthandwa sam
Hona mudiwa wangu
Ndizobuza kubani na
Ho ndavundza ndavundza
Mna ndifun'ubona sthandwa sam
(Mna ndifun’ubon’istandwa sam)

Ndizokhangela phi na?
Ndicha kuwanepi ko?
Mna ndifuna ukubona isithandwa sam
(Mna ndifun’ubon’istandwa sam)
Ndizobuza kubani na?
Ho ndavundza ndavundza
Mna ndifun’ukubona isithandwa sam
(Mna ndifun’ubon’istandwa sam)

Ndizokhangela phi na? (ndizobuza bani na?)
Mna ndifuna ukubona isithandwa sam
Ndizobuza kubani na? (ndizobuza kubani na)
Mna ndifun’ukubona isithandwa sam
(Mna ndifun’ubon’istandwa sam)

Ndizokhangela phi na? (ndizobuza bani na?)
Mna ndifuna ukubona isithandwa sam
Ndizobuza kubani na? (ndizobuza kubani na)
Mna ndifun’ukubona isithandwa sam

Wissenswertes über das Lied Incwad'encane von Zahara

Wann wurde das Lied “Incwad'encane” von Zahara veröffentlicht?
Das Lied Incwad'encane wurde im Jahr 2011, auf dem Album “Loliwe” veröffentlicht.

Beliebteste Lieder von Zahara

Andere Künstler von Pop